1 Yeziganeko 27:11-15 Ibhayibhile (XHO96)

11. inyanga yesibhozo: nguSibhekayi umZera waseHusha;

12. inyanga yethoba: nguAbhiyezere umBhenjamin waseAnatoti;

13. inyanga yeshumi: nguMarayi umZera waseNetofa;

14. inyanga yeshumi elinanye: nguBhenaya umEfrayim wasePiraton;

15. inyanga yeshumi elinambini: nguHeledayi waseNetofa oyinzala kaOteniyeli.

1 Yeziganeko 27