1 Yeziganeko 24:28-31 Ibhayibhile (XHO96)

28. koonyana bakaMali nguElazare ongabanga nanyana,

29. koonyana bakaKishe nguJerameli,

30. koonyana bakaMushi nguMali, noEdere, noJerimoti.Abo ke ngabaLevi ngokwezindlu zabo.

31. Nabo benza *amaqashiso kwanjengabantakwabo abayinzala ka-Aron, ekho nokumkani uDavide, uZadoki, uAhimeleki, neenkulu zezindlu zababingeleli nezabaLevi. Izindlu zâbo baziinkulu zaziphathwa ngokufanayo nezo zâbo baziinci.

1 Yeziganeko 24