1 Yeziganeko 23:20-22 Ibhayibhile (XHO96)

20. Koonyana baka-Aziyeli nguMika inkulu, ibe nguIshiya owesibini.

21. Oonyana bakaMerari nguMali noMushi. Oonyana bakaMali nguElazare noKishe.

22. UElazare wafa engenanyana, eneentombi zodwa, zaza zathathwa ngamawabo oonyana bakaKishe.

1 Yeziganeko 23