1 Yeziganeko 2:54-55 Ibhayibhile (XHO96)

54. Inzala kaSalma ngabantu baseBhetelehem, nabaseNetofa, nabaseAteroti-bhete-jowabhi, nelinye icandelo labantu baseManati amaZori.

55. Ukwangukhokho wezindlu zababhali ababehlala eYabheze: amaTira, amaShimeya, namaSuka. La ngamaKeni ayinzala kaHamati ukhokho weBhete-rekabhi.

1 Yeziganeko 2