1 Yeziganeko 17:26-27 Ibhayibhile (XHO96)

26. Wena Ndikhoyo, unguThixo! Isicaka sakho esi usenzele esi sithembiso sihle kangakanana.

27. Wena ubone kufanelekile ukuba uyithamsanqele indlu yesicaka sakho esi, ukuze ihlale ikukhonza njalo. Kaloku wena Ndikhoyo, uyithamsanqele, ngoko ke yothamsanqeleka ngonaphakade!”

1 Yeziganeko 17