1 Yeziganeko 16:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Bahamba nayo ityesi kaThixo, bayibeka ngaphakathi kwintente eyenzelwe yona nguDavide, baza ke benzela uThixo amadini atshiswayo nawobudlelwane.

2. Uthe akugqiba ukwenza loo madini atshiswayo nawobudlelwane uDavide wacelela abantu amathamsanqa kuNdikhoyo.

1 Yeziganeko 16