1 Yeziganeko 15:5-7 Ibhayibhile (XHO96)

5. Abenzala kaKohati: u-Uriyeli inkulu yezizalwana ezilikhulu elinamashumi amabini;

6. abenzala kaMerari: uAsaya inkulu yezizalwana ezingamakhulu amabini namashumi amabini;

7. abenzala kaGershom: uJoweli inkulu yezizalwana ezilikhulu elinamashumi amathathu;

1 Yeziganeko 15