1 Yeziganeko 12:26-28 Ibhayibhile (XHO96)

26. awakwaLevi, ingamawaka amane namakhulu amathandathu,

27. ekunye noJoyada intloko yendlu ka-Aron, kunye namadoda angamawaka amathathu namakhulu asixhenxe,

28. noZadoki igorha lomfana, namagosa endlu yakowabo angamashumi amabini anesibini;

1 Yeziganeko 12