1 Yeziganeko 11:35-40 Ibhayibhile (XHO96)

35. uAhiyam unyana kaSakare waseHarari, uElifali unyana kaUre,

36. uHefere waseMekera, uAhija wasePelon,

37. uHezero waseKarmele, uNarayi unyana kaEzebhayi,

38. uJoweli umtakwabo-Natan, uMibhare unyana kaHagri,

39. uZeleki umAmon, uNaharayi waseBheroti, umphathi-zikrweqe zikaJowabhi unyana kaZeruya,

40. uIra waseItri, uGarebhe waseItri,

1 Yeziganeko 11