1 Yeziganeko 11:32-36 Ibhayibhile (XHO96)

32. uHurayi wamaxandeka aseGahashe, uAbhiyeli waseBhete-arabha,

33. uAzemavete waseBhawurim, uEliyabha waseShalebhon,

34. oonyana bakaHashem waseGizon, uJonatan unyana kaShage waseHarari,

35. uAhiyam unyana kaSakare waseHarari, uElifali unyana kaUre,

36. uHefere waseMekera, uAhija wasePelon,

1 Yeziganeko 11