1 Yeziganeko 1:18-23 Ibhayibhile (XHO96)

18. UArpakishadi wazala uShela, uShela wazala uHebhere.

19. UHebhere wayenoonyana ababini. Inkulu yabizwa ngokuba nguPelege, ngokuba ngemihla yakhe bahluka-hlukana abemi bomhlaba. Yona inci yayinguJoketan.

20. Oonyana bakaJoketan nguAlemodadi, noShelefe, noHazare-mavete, noJera,

21. noHadoram, noUzali, noDikela,

22. noEbhali, noAbhimayeli, noShebha,

23. no-Ofire, noHavila, noJobhabhi. Yonke le ke yinzala kaJoketan.

1 Yeziganeko 1