1 Kwabasetesalonika 5:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngelo xesha akuyi kusinda mntu, kuba lo gama kanye abantu bathi lixolile, bakhuselekile, lifika ngequbuliso ishwangusha kubo, kanye njengentlungu eviwa ngumfazi oza kuzala.

1 Kwabasetesalonika 5

1 Kwabasetesalonika 5:1-8