1 Kwabasetesalonika 5:27-28 Ibhayibhile (XHO96)

27. Ndiyaniyala ngegunya leNkosi ukuba le leta niyifundele onke amakholwa.

28. Lwanga ubabalo lweNkosi yethu uYesu Krestu lungahlala nani.

1 Kwabasetesalonika 5