1 Kwabasetesalonika 5:23 Ibhayibhile (XHO96)

Wanga ke uThixo osinika uxolo anganenza nyulu ngeendlela zonke, anigcine ngokupheleleyo, umoya nomphefumlo nomzimba, ningabi nabala ekufikeni kweNkosi uYesu Krestu.

1 Kwabasetesalonika 5

1 Kwabasetesalonika 5:22-28