1 Kwabasetesalonika 5:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyanibongoza, mawethu, bakhalimeleni abanxaxhayo, nibakhuthaze abatyhafileyo, nibasekele ababuthathaka, nibaphathe ngomonde xa bebonke.

1 Kwabasetesalonika 5

1 Kwabasetesalonika 5:6-22