1 Kwabasetesalonika 5:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Mawethu, akukho mfuneko yakuba ndinibhalele mayela namaxesha namathuba.

2. Kaloku nazi kakuhle ukuba iMini yeNkosi ifika njengesela eliza ngobusuku.

1 Kwabasetesalonika 5