1 Kwabasetesalonika 4:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokukwanjalo ke makungabikho bani umonayo okanye umvuyelelayo umwabo kulo mbandela. Sesinilumkisile ngaphambili ukuba iNkosi iya kubohlwaya abo benza izinto ezinjalo.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:5-15