1 Kwabasetesalonika 4:15 Ibhayibhile (XHO96)

Le nyaniso ndinixelela yona lilizwi leNkosi: Thina baya kuba besaphila ngemini yokubuya kweNkosi asiyi kufumana nto bangayi kuyifumana abo bangasekhoyo.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:7-18