1 Kwabasetesalonika 4:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu koko, mawethu, sanifundisa indlela yobomi obumkholisayo uThixo. Le ke phofu yindlela ebeniphila ngayo kakade. Kodwa ke ngoku, njengoko nimanywe neNkosi uYesu, sinicela sinicenga-cenga ukuba nenze ngakumbi.

1 Kwabasetesalonika 4

1 Kwabasetesalonika 4:1-11