1 Kwabasetesalonika 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

ndimthumele kuni uTimoti ongugxa wam kumsebenzi kaThixo wokushumayela iindaba ezimnandi ezingoKrestu. Ndimthumela ukuze anikhuthaze nime ngxishi elukholweni,

1 Kwabasetesalonika 3

1 Kwabasetesalonika 3:1-10