1 Kwabasetesalonika 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

Yanga ingalukhulisa iNkosi uthando eninalo luphuphume, nithandane, nithande naye wonke ubani, kanye ngale ndlela ndinithanda ngayo mna.

1 Kwabasetesalonika 3

1 Kwabasetesalonika 3:7-13