1 Kwabasetesalonika 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

Imini nobusuku ndihleli ndithandaza ngenyameko, ndicela ukuba ze ndibuye ndibonane nani, ndize ndilulungise ukholo lwenu apho lulambatha khona.

1 Kwabasetesalonika 3

1 Kwabasetesalonika 3:4-13