1 Kwabasetesalonika 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Nani mawethu, niphatheke ngohlobo awayephatheke ngalo amabandla akwaJuda, abantu bakaThixo abamanywe noYesu Krestu. Nani nitshutshiswa ngamawenu kanye ngalaa ndlela bona babetshutshiswa ngayo ngamaJuda,

1 Kwabasetesalonika 2

1 Kwabasetesalonika 2:5-17