1 Kwabasetesalonika 2:10-12 Ibhayibhile (XHO96)

10. Niyangqina nani, nditsho noThixo ngenkqu ulingqina ngendlela ebendihlala ngayo ndikholekile, ndililungisa, ndingabekwa bala phakathi kwenu makholwa.

11. Niyazi ukuba bendinjengoyihlo kuni nonke ngabanye.

12. Bendinithundeza nakutyhafa, ndiniluleka, ndiniyala ukuba nihlale ngendlela emanelisayo uThixo onibizela ewongeni kulawulo lwakhe.

1 Kwabasetesalonika 2