1 Kwabasetesalonika 1:6 Ibhayibhile (XHO96)

Nani ngokwenu nalandela ekhondweni lethu neleNkosi. Nangona naniphatheke kabuhlungu, udaba nalwamkela ngovuyo oluvela kuMoya oyiNgcwele.

1 Kwabasetesalonika 1

1 Kwabasetesalonika 1:2-9