1 Kwabasetesalonika 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, andinilibali phambi koThixo onguBawo wethu. Ndikhumbula ukusebenza kwenu niqhutywa lukholo, ukubulaleka kwenu niqhutywa luthando, nomonde wenu ngenxa yethemba lenu eNkosini uYesu Krestu.

1 Kwabasetesalonika 1

1 Kwabasetesalonika 1:1-4