1 Kwabasekorinte 9:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba asiqukwa na nathi? Ngokuphandle âbhalelwa thina la mazwi. Kaloku umlimi ulima ngethemba, nalowo ubhulayo ubhula ngethemba lokuba nesabelo.

1 Kwabasekorinte 9

1 Kwabasekorinte 9:3-14