1 Kwabasekorinte 8:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa oku akwaziwa ngabantu bonke. Abanye nangoku basenesazela ngezithixo. Bona ke, xa batya inyama yedini, bayitya ilidini, sithi ke isazela sabo esibuthathaka sibadle.

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:1-12