1 Kwabasekorinte 8:4 Ibhayibhile (XHO96)

Hee, mandithethe ke ngokumalunga nokutyiwa kwenyama yedini elenzelwa izithixo. Ewe, siyazi ukuba akukho nto isisithixo ehlabathini; siyazi nokuba mnye kuphela uThixo, akukho wumbi.

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:1-13