1 Kwabasekorinte 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku xa athe wakubona umntu ongekakhululeki ezithetheni wena “unolwazi” usitya inyama endlwini yezithixo, akayi kusuka aye kuyitya naye, kodwa yena ayitye ilidini elenzelwe izithixo?

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:7-13