1 Kwabasekorinte 7:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ukuba lowo ungelokholwa uyahlukana nalowo ukholwayo, makayekwe. Xa kunjalo indoda leyo ikholwayo nokuba ngumfazi akabotshelelwanga. Kaloku uThixo wasibizela ukuhlala ngoxolo.

1 Kwabasekorinte 7

1 Kwabasekorinte 7:6-21