1 Kwabasekorinte 6:3 Ibhayibhile (XHO96)

Thina siya kugweba nkqu nezithunywa zezulu, singathini ukuxakwa kukugweba izinto zobu bomi?

1 Kwabasekorinte 6

1 Kwabasekorinte 6:1-8