1 Kwabasekorinte 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke bendingaxeli abarheletyi beli hlabathi, ababawayo, izigebenga, nabakhonza izithixo. Ukuze ningadibaniselani nabo, bekuya kufuneka ningabikho emhlabeni!

1 Kwabasekorinte 5

1 Kwabasekorinte 5:1-12-13