1 Kwabasekorinte 4:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke musani ukugweba mntu ngaphambi kwexesha lokufika kweNkosi. Yona iya kuzityhila izinto zobumnyama ezifihliweyo, ekufikeni kwayo, iziveze ekuhleni iingcinga zabantu. Wothi ke elowo nalowo awongwe nguThixo ngokumfaneleyo.

1 Kwabasekorinte 4

1 Kwabasekorinte 4:1-14