1 Kwabasekorinte 4:20-21 Ibhayibhile (XHO96)

20. Kaloku ulawulo lukaThixo alungabuciko, lungamandla kaMoya.

21. Nikhetha ntoni ke? Ngaba nifuna ndize kuni ndiphethe uswazi, okanye nifuna ndize ndinothando nobubele?

1 Kwabasekorinte 4