1 Kwabasekorinte 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Andithi thina siziziyatha kaloku ngenxa kaKrestu, nibe ke nina niziingqondi ngokumanywa noKrestu, ngabula nina! Andithi thina siswele amandla; ke nina nomelele! Kaloku nibekekile nina, sibe ke thina sidelekile!

1 Kwabasekorinte 4

1 Kwabasekorinte 4:2-18