1 Kwabasekorinte 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke umntu ongenaye uMoya akazamkeli izinto zoMoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye. Kaloku akanakuziqonda, kuba ukuxabiseka kwazo kuqondwa kuphela ngulowo ukhokelwa nguMoya.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:9-16