1 Kwabasekorinte 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke thina asamkelanga moya simnikwe ngabantu; samkele uMoya esimnikwe nguThixo, ukuze sizazi izinto uThixo asibabale ngazo.

1 Kwabasekorinte 2

1 Kwabasekorinte 2:10-15