Xa ke le mo yonakalayo seyambethe ukungonakali, naxa le mvelo ifayo seyambethe ukungafi, iya kuzalisekiswa ke le ndawo yeziBhalo ithi:“Ukufa kubhangisiwe;ukufa kufincelelwe eloyisweni.”