1 Kwabasekorinte 15:52 Ibhayibhile (XHO96)

ngephanyazo, siya kwenziwa kumila kumbi sonke, xa kukhala ixilongo lokugqibela. Kuba liya kuvakala ixilongo; abafileyo baya kuvuswa sebenemo engasenakufa, senziwe kumila kumbi sonke.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:45-56