1 Kwabasekorinte 15:33-36 Ibhayibhile (XHO96)

33. Musani ukuphazama: “Incoko embi iyasonakalisa isimilo esihle.”

34. Buyelani engqondweni nahlukane nezono. Abazani noThixo abanye benu. Loo nto ndiyithetha ukuze nidane.

35. Mhlawumbi omnye uya kubuza athi: “Bavuka kanjani na abafileyo? Bavuka benomzimba onjani na?”

36. Siyathandini, akwazi ukuba imbewu oyityalileyo ayintshuli ingakhange ife kuqala?

1 Kwabasekorinte 15