1 Kwabasekorinte 15:31 Ibhayibhile (XHO96)

Ndihleli ndisemngciphekweni wokufa mihla le, mawethu! Ngenene le nto ndiyithetha ndiqhayisa ngani ngenxa yebhongo endinalo ngokumanywa kwam noYesu Krestu iNkosi yethu.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:28-36