1 Kwabasekorinte 15:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ngesisa sikaThixo ndiyile nto ndiyiyo, yaye nesisa andibabala ngaso uThixo andidlalanga ngaso. Ndisuke ndasebenza ukudlula bonke abathunywa, phofu ingendim, koko inguThixo osebenza ngam ngesisa sakhe.

1 Kwabasekorinte 15

1 Kwabasekorinte 15:3-19