1 Kwabasekorinte 13:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, nokuba ndinganikisa ngempahla yam yonke, ndide nam ngokwam ndizinikele ukuba nditshiswe, kodwa ke ndingenalo uthando, akuncedi nto konke-konke.

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:1-5