1 Kwabasekorinte 13:12 Ibhayibhile (XHO96)

Into esiyibonayo ngoku yimbonakalo nje eluzizi ngokungathi sikhangele esipilini; kanti ke ngoko siya kubona ngokucacileyo. Ukwazi kwam ngoku akugqibelelanga, kanti ke ndokwazi kakuhle ngoko, kufane nokundazi kwakhe uThixo ukwazi kwam.

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:6-13