1 Kwabasekorinte 12:28 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo ebandleni lakhe unocwangco: Kuqala *ngabathunywa, kulandele *abashumayeli, kuze abefundisi; emva kwabo ibe ngabenza imiqondiso, ibe ngabanegunya lokuphilisa, abancedisi, abakhokeli, nabathetha iilwimi.

1 Kwabasekorinte 12

1 Kwabasekorinte 12:23-31