1 Kwabasekorinte 12:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke iliso alinakuthi esandleni: “Andikufuni nganto;” ingenakutsho nentloko ezinyaweni ukuthi: “Andinifuni nganto.”

1 Kwabasekorinte 12

1 Kwabasekorinte 12:16-26