1 Kwabasekorinte 12:10 Ibhayibhile (XHO96)

Omnye umntu uMoya umnika amandla okwenza imiqondiso, aze omnye amnike amandla okushumayela, wumbi amnike ubuchule bokucalula oomoya. Omnye umnika isiphiwo sokuthetha iilwimi, aze omnye amnike isiphiwo sokutolika.

1 Kwabasekorinte 12

1 Kwabasekorinte 12:5-19