1 Kwabasekorinte 10:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke nangoko uThixo akaneliswanga luninzi lwabo, ngenxa yaloo nto ke izidumbu zabo zathi saa entlango.

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:1-11