1 Kwabasekorinte 10:33 Ibhayibhile (XHO96)

Xelisani mna, mna ndizama ukwanelisa wonke ubani ngento endiyenzayo. Andenzeli kulungelwa kwam phofu, koko ukulungelwa komntu wonke, ukuze bonke basindiswe.

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:27-33